Nubian Princess Princesses Series - Jef Jabbie - Libros - Lulu Press - 9781990989896 - 27 de febrero de 2022
En caso de que portada y título no coincidan, el título será el correcto

Nubian Princess Princesses Series

INubian Princess Series iwonga ulutsha lwelizwekazi leAfrika. Ibali leNkosazana yakwaXhosa lingentwazana uNozipho, okhulela phantsi kwezo ntaba zeKapa. Yena nomnakwabo bazalwa ngumama osebenza ezindlwini zabantu, nothi ke ngelishwa suke alahlwe ngumyeni. Esebenza ngokuzimisela, uNozipho wenza inguqulelo enkulu ebomini bakhe. Mhla edibana noyise kwakhona, iimeko zabo zazohluke kakhulu. Xa uNozipho ehlangana nenkosana yakhe, kufuneka yena nomnakwabo bathathe isigqibo sokuba bajongana njani noyise nabakowabo. Baza kwenza njani? Eli bali lihonjiswe kakhulu yimifanekiso kaSifiso Yalo, liya kuthandwa ngumtwana wonke, ukusukela koneminyaka emithandathu, de kufikwe kone-16 yeminyaka. Ezinye iincwadi zolu thotho, ezibhalwe kwangulo mbhali ziquka: "A tale of a Zulu Princess; A tale of a Swati Princess; A tale of a Pedi Princess; A tale of a Motswana Princess; A tale of a Tsonga Princess; A tale of a Ndebele Princess, A tale of a Venda Princess; Yourouba Princess and Mandingo Princess."

Medios de comunicación Libros     Paperback Book   (Libro con tapa blanda y lomo encolado)
Publicado 27 de febrero de 2022
ISBN13 9781990989896
Editores Lulu Press
Páginas 74
Dimensiones 215 × 215 × 5 mm   ·   195 g
Lengua Xhosa